2 Kumkani 9:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Unogada wathi: “Ufikile kubo, kodwa akakabuyi; laa mqhubi uzayo yena uqhuba njengoYehu umzukulwana* kaNimshi, kuba uqhuba ngathi ligeza.” 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:20 IMboniselo,11/15/2011, iphe. 4 8/1/2005, iphe. 11
20 Unogada wathi: “Ufikile kubo, kodwa akakabuyi; laa mqhubi uzayo yena uqhuba njengoYehu umzukulwana* kaNimshi, kuba uqhuba ngathi ligeza.”