2 Kumkani 13:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Athi amanye amadoda esangcwaba ndoda ithile, abona la majoni angabaphangi, ngoko ayiphosa kwingcwaba likaElisha aza abaleka. Xa isidumbu saloo ndoda sachukumisa amathambo kaElisha, yavuka+ yema ngeenyawo. 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:21 IMboniselo(Efundwayo),12/2017, iphe. 5 IMboniselo,8/1/2005, iphe. 11
21 Athi amanye amadoda esangcwaba ndoda ithile, abona la majoni angabaphangi, ngoko ayiphosa kwingcwaba likaElisha aza abaleka. Xa isidumbu saloo ndoda sachukumisa amathambo kaElisha, yavuka+ yema ngeenyawo.