2 Kumkani 16:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kunoko, wenza izinto ezenziwa ngookumkani bakwaSirayeli,+ wada wabingelela* nangonyana wakhe emlilweni,+ esenza izinto ezenyanyekayo ezazisenziwa ziintlanga+ awazigxothayo uYehova phambi kwamaSirayeli. 2 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:3 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 8-9
3 Kunoko, wenza izinto ezenziwa ngookumkani bakwaSirayeli,+ wada wabingelela* nangonyana wakhe emlilweni,+ esenza izinto ezenyanyekayo ezazisenziwa ziintlanga+ awazigxothayo uYehova phambi kwamaSirayeli.