1 Kronike 17:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Abantu bakho amaSirayeli wabenza bangabantu bakho ngonaphakade,+ waza wena Yehova waba nguThixo wabo.+
22 Abantu bakho amaSirayeli wabenza bangabantu bakho ngonaphakade,+ waza wena Yehova waba nguThixo wabo.+