1 Kronike 19:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko aqesha iinqwelo eziyi-32 000 nokumkani waseMahaka kunye nabantu bakhe. Emva koko eza aza amisa inkampu phambi kweMedebha.+ Ama-Amoni aqokelelana esuka kwizixeko zawo, eza emfazweni.
7 Ngoko aqesha iinqwelo eziyi-32 000 nokumkani waseMahaka kunye nabantu bakhe. Emva koko eza aza amisa inkampu phambi kweMedebha.+ Ama-Amoni aqokelelana esuka kwizixeko zawo, eza emfazweni.