1 Kronike 23:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Babencedisa nanini na kusenzelwa uYehova imibingelelo etshiswayo ngeeSabatha,+ xa kuthwasa iinyanga+ nangamaxesha amatheko,+ ngokwenani labo ababelimiselwe, yaye bekwenza oku qho phambi koYehova.
31 Babencedisa nanini na kusenzelwa uYehova imibingelelo etshiswayo ngeeSabatha,+ xa kuthwasa iinyanga+ nangamaxesha amatheko,+ ngokwenani labo ababelimiselwe, yaye bekwenza oku qho phambi koYehova.