20 Emva koko, uDavide wathi kuSolomon unyana wakhe: “Yiba nesibindi, yomelela uze usebenze. Sukoyika okanye wothuke, kuba uYehova uThixo, uThixo wam, unawe.+ Akazukukulahla okanye akushiye,+ kodwa uza kuba nawe de ugqitywe wonke umsebenzi wendlu kaYehova.