17 Ndazi kakuhle Thixo wam, ukuba uyayihlolisisa intliziyo,+ nokuba uvuyiswa kukubona umntu eqhubeka esenza izinto ezilungileyo.+ Ezi zinto ndizinikele ngokusuka emazantsi entliziyo yam kwaye kuyandivuyisa ukubona abantu bakho abalapha benikela kuwe.