2 Kronike 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Emva koko uSolomon waqalisa ukwakha indlu kaYehova+ eYerusalem kwiNtaba YaseMoriya,+ kwindawo uYehova awabonakala kuyo kuDavide utata wakhe,+ indawo awayilungisayo uDavide, kwibala lokubhula likaOrnan+ umYebhusi.
3 Emva koko uSolomon waqalisa ukwakha indlu kaYehova+ eYerusalem kwiNtaba YaseMoriya,+ kwindawo uYehova awabonakala kuyo kuDavide utata wakhe,+ indawo awayilungisayo uDavide, kwibala lokubhula likaOrnan+ umYebhusi.