2 Kronike 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wazimisa iintsika ngaphambi kwetempile, enye yaba ngasekunene* enye yangasekhohlo,* eyayingasekunene wayibiza ngokuba nguYakin,* engasekhohlo wayibiza ngokuba nguBhohazi.*
17 Wazimisa iintsika ngaphambi kwetempile, enye yaba ngasekunene* enye yangasekhohlo,* eyayingasekunene wayibiza ngokuba nguYakin,* engasekhohlo wayibiza ngokuba nguBhohazi.*