2 Kronike 7:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Le ndlu yona iza kuba ngamabhodlo. Wonke umntu odlula ngakuyo uza kuyijonga emangalisiwe,+ athi, ‘Kwakutheni ukuze uYehova enze le nto kweli lizwe nakule ndlu?’+
21 Le ndlu yona iza kuba ngamabhodlo. Wonke umntu odlula ngakuyo uza kuyijonga emangalisiwe,+ athi, ‘Kwakutheni ukuze uYehova enze le nto kweli lizwe nakule ndlu?’+