2 Kronike 12:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Imbali kaRehobhoham, ukususela ekuqaleni ukuyokutsho ekugqibeleni, ayibhalwanga na emazwini kaShemaya+ umprofeti nakaIdo+ imboni kumnombo wokuzalwa? Yaye kwakuhlala kukho imfazwe phakathi kukaRehobhoham noYerobhoham.+
15 Imbali kaRehobhoham, ukususela ekuqaleni ukuyokutsho ekugqibeleni, ayibhalwanga na emazwini kaShemaya+ umprofeti nakaIdo+ imboni kumnombo wokuzalwa? Yaye kwakuhlala kukho imfazwe phakathi kukaRehobhoham noYerobhoham.+