2 Kronike 16:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngonyaka we-36 wokulawula kuka-Asa, uKumkani uBhahasha+ wakwaSirayeli wenyuka wayokulwa noYuda, wakha* iRama,+ ukuze kungabikho mntu uphumayo okanye ungenayo kummandla kaKumkani uAsa wakwaYuda.+ 2 Kronike ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:1 IMboniselo,8/15/2012, iphe. 10
16 Ngonyaka we-36 wokulawula kuka-Asa, uKumkani uBhahasha+ wakwaSirayeli wenyuka wayokulwa noYuda, wakha* iRama,+ ukuze kungabikho mntu uphumayo okanye ungenayo kummandla kaKumkani uAsa wakwaYuda.+