2 Kronike 20:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Thixo wethu, zange ubagxothe na abantu beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli, waza walinika inzala* yomhlobo wakho uAbraham, ukuze ibe lilifa layo?+
7 Thixo wethu, zange ubagxothe na abantu beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli, waza walinika inzala* yomhlobo wakho uAbraham, ukuze ibe lilifa layo?+