2 Kronike 20:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Emva kokuba ethethe nabantu, wakhetha amadoda ukuba aculele+ uYehova aze amdumise ehombe ngeempahla ezingcwele njengoko ayehamba phambi kwamadoda axhobileyo, esithi: “Bulelani kuYehova, kuba uthando lwakhe olungagungqiyo lukho ngonaphakade.”+
21 Emva kokuba ethethe nabantu, wakhetha amadoda ukuba aculele+ uYehova aze amdumise ehombe ngeempahla ezingcwele njengoko ayehamba phambi kwamadoda axhobileyo, esithi: “Bulelani kuYehova, kuba uthando lwakhe olungagungqiyo lukho ngonaphakade.”+