2 Kronike 24:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ekuqaleni konyaka, umkhosi waseSiriya wenyuka weza kulwa noYehowashe, waza wahlasela uYuda neYerusalem.+ Bazibulala zonke inkokheli+ zabantu, boxutha izinto zabo, bazithumela kukumkani waseDamasko.
23 Ekuqaleni konyaka, umkhosi waseSiriya wenyuka weza kulwa noYehowashe, waza wahlasela uYuda neYerusalem.+ Bazibulala zonke inkokheli+ zabantu, boxutha izinto zabo, bazithumela kukumkani waseDamasko.