2 Kronike 28:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngoko uYehova uThixo wakhe wamnikela kukumkani waseSiriya,+ kangangokuba wamoyisa waza wathatha abantu abaninzi abangabathinjwa, wabazisa eDamasko.+ Wanikelwa nakukumkani wakwaSirayeli, owabulala abantu abaninzi gqitha.
5 Ngoko uYehova uThixo wakhe wamnikela kukumkani waseSiriya,+ kangangokuba wamoyisa waza wathatha abantu abaninzi abangabathinjwa, wabazisa eDamasko.+ Wanikelwa nakukumkani wakwaSirayeli, owabulala abantu abaninzi gqitha.