2 Kronike 32:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Enye imbali kaHezekiya nezinto awazenzayo ngenxa yothando olungagungqiyo,+ zibhalwe kumbono kaIsaya+ umprofeti, unyana ka-Amotsi, eNcwadini YooKumkani BakwaYuda NabakwaSirayeli.+
32 Enye imbali kaHezekiya nezinto awazenzayo ngenxa yothando olungagungqiyo,+ zibhalwe kumbono kaIsaya+ umprofeti, unyana ka-Amotsi, eNcwadini YooKumkani BakwaYuda NabakwaSirayeli.+