2 Kronike 36:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 UYehoyakin+ waba ngukumkani xa wayeneminyaka eyi-18, ibe walawula eYerusalem iinyanga ezintathu neentsuku ezilishumi, kwaye waqhubeka esenza izinto ezimbi emehlweni kaYehova.+
9 UYehoyakin+ waba ngukumkani xa wayeneminyaka eyi-18, ibe walawula eYerusalem iinyanga ezintathu neentsuku ezilishumi, kwaye waqhubeka esenza izinto ezimbi emehlweni kaYehova.+