2 ngoko nangoko zaya kuZerubhabheli nakwiintloko zezindlu, zathi kubo: “Sifuna ukunincedisa ekwakheni; kaloku nathi sikhonza uThixo wenu njengani,+ ibe besisoloko sibingelela kuye ukususela ngemihla kaKumkani uEsar-hadon+ waseAsiriya, owasizisa apha.”+