Ezra 6:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Emva koko amaSirayeli awayebuye ekuthinjweni atya kuwo, kunye nabo babebuye nawo, abo babezahlule kwizinto ezingacocekanga zeentlanga zelo lizwe, ukuze bakhonze* uYehova uThixo kaSirayeli.+ Ezra ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:21 IMboniselo,1/15/2006, iphe. 19
21 Emva koko amaSirayeli awayebuye ekuthinjweni atya kuwo, kunye nabo babebuye nawo, abo babezahlule kwizinto ezingacocekanga zeentlanga zelo lizwe, ukuze bakhonze* uYehova uThixo kaSirayeli.+