Ezra 8:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Emva koko, sadlulisela umyalelo kakumkani+ kubaphathiswa bamaphondo* kakumkani nakubalawuli bommandla oPhesheya KoMlambo,*+ baza bona baxhasa abantu nomsebenzi owenziwa endlini yoThixo wokwenene.+
36 Emva koko, sadlulisela umyalelo kakumkani+ kubaphathiswa bamaphondo* kakumkani nakubalawuli bommandla oPhesheya KoMlambo,*+ baza bona baxhasa abantu nomsebenzi owenziwa endlini yoThixo wokwenene.+