Nehemiya 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko ndathi kukumkani: “Ukuba ukumkani uyavuma, ibe uyasithanda isicaka sakhe, ndicela undithumele kwaYuda, isixeko abangcwatyelwe kuso ookhokho bam, ukuze ndiphinde ndisakhe.”+
5 Emva koko ndathi kukumkani: “Ukuba ukumkani uyavuma, ibe uyasithanda isicaka sakhe, ndicela undithumele kwaYuda, isixeko abangcwatyelwe kuso ookhokho bam, ukuze ndiphinde ndisakhe.”+