15 Bona abalawuli ababengaphambi kwam babebacinezela abantu, bebabhatalisa iishekele eziyi-40 zesilivere yonke imihla ukuze bazithengele isonka newayini. Nezicaka zabo zazibacinezela abantu. Kodwa mna andizange ndiyenze loo nto+ kuba ndisoyika uThixo.+