Nehemiya 7:61 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 61 Naba ababesuka eTele-mela, eTele-haresha, eKherubhi, eAdon naseImere, kodwa abazange bakwazi ukulanda izindlu zootata babo nemvelaphi yabo, ukuze baqonde ukuba bangawo na amaSirayeli:+
61 Naba ababesuka eTele-mela, eTele-haresha, eKherubhi, eAdon naseImere, kodwa abazange bakwazi ukulanda izindlu zootata babo nemvelaphi yabo, ukuze baqonde ukuba bangawo na amaSirayeli:+