Nehemiya 9:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngomhla we-24 wale nyanga amaSirayeli adibana, azila ukutya, anxiba amalaphu okwenza ingxowa, aza azigalela ngothuli.+
9 Ngomhla we-24 wale nyanga amaSirayeli adibana, azila ukutya, anxiba amalaphu okwenza ingxowa, aza azigalela ngothuli.+