Nehemiya 9:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Wabona ukuba intliziyo yakhe ithembekile kuwe,+ waza wenza isivumelwano kunye naye sokunika inzala* yakhe ilizwe lamaKanan,+ elamaHiti, elama-Amori, elamaPerizi, elamaYebhusi nelamaGirgashi; ibe wasigcina isithembiso sakho, kuba ulilungisa.
8 Wabona ukuba intliziyo yakhe ithembekile kuwe,+ waza wenza isivumelwano kunye naye sokunika inzala* yakhe ilizwe lamaKanan,+ elamaHiti, elama-Amori, elamaPerizi, elamaYebhusi nelamaGirgashi; ibe wasigcina isithembiso sakho, kuba ulilungisa.