Nehemiya 12:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Bawenza lo msebenzi ngemihla kaYoyakim unyana kaYeshuwa+ unyana kaYozadaki, nangemihla kaNehemiya ongumlawuli noEzra+ ongumbingeleli nomkhupheli.*
26 Bawenza lo msebenzi ngemihla kaYoyakim unyana kaYeshuwa+ unyana kaYozadaki, nangemihla kaNehemiya ongumlawuli noEzra+ ongumbingeleli nomkhupheli.*