15 Ngaloo mihla ndabona kwaYuda abantu bexovula izixovulelo zewayini ngeSabatha,+ bekhwelisa iimfumba zokutya kwiidonki, besizisa iwayini, iidiliya, amafiya nalo lonke uhlobo lomthwalo eYerusalem ngeSabatha.+ Ndabalumkisa ukuba bangathengisi ngaloo mini.