8 Emva koko uHaman wathi kuKumkani uAhaswerosi: “Kukho abantu+ abathe saa phakathi kwezizwana kuwo onke amaphondo ommandla wakho,+ abanemithetho eyahlukileyo kweyabo bonke abanye abantu. Abayithobeli imithetho kakumkani, kwaye ayinakumnceda nganto ukumkani into yokubayeka.