Yobhi 1:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko uYehova wathi kuSathana: “Jonga! Yonke into anayo isesandleni sakho.* Kodwa ungakhe ulinge umchukumise yena!” Emva koko uSathana wemka phambi kukaYehova.+
12 Ngoko uYehova wathi kuSathana: “Jonga! Yonke into anayo isesandleni sakho.* Kodwa ungakhe ulinge umchukumise yena!” Emva koko uSathana wemka phambi kukaYehova.+