INdumiso 5:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Owu Yehova, uza kuliva kwakusasa ilizwi lam;+Ndiza kukuchazela kwakusasa into endikhathazayo,+ ndize ndilindele kuwe.
3 Owu Yehova, uza kuliva kwakusasa ilizwi lam;+Ndiza kukuchazela kwakusasa into endikhathazayo,+ ndize ndilindele kuwe.