INdumiso 10:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kodwa wena uyazibona iinkathazo neentlungu. Uyajonga uze wenze into ngaloo nto.+ Zibalekela kuwe iintsizana zabantu;+Nguwe onceda umntwana ongenatata.*+ INdumiso ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:14 Abantu Abaselula Bayabuza, Umqulu 2, iphe. 289
14 Kodwa wena uyazibona iinkathazo neentlungu. Uyajonga uze wenze into ngaloo nto.+ Zibalekela kuwe iintsizana zabantu;+Nguwe onceda umntwana ongenatata.*+