INdumiso 79:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Thina bantu bakho nomhlambi wedlelo lakho,+Siza kukubulela ngonaphakade;Siza kukudumisa kwizizukulwana ngezizukulwana.+
13 Thina bantu bakho nomhlambi wedlelo lakho,+Siza kukubulela ngonaphakade;Siza kukudumisa kwizizukulwana ngezizukulwana.+