-
INdumiso 89:1IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
89 Ndiza kucula ngothando lukaYehova olungagungqiyo ngonaphakade.
Ngomlomo wam ndiza kuxelela zonke izizukulwana ngokuthembeka kwakho.
-