INdumiso 97:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Iintaba zinyibilika oku kwamafutha phambi koYehova,+Phambi kweNkosi yomhlaba wonke.