INtshumayeli 3:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 kuba kukho isiphelo sabantu nesiphelo sezilwanyana; isiphelo sabo siyafana nesazo.+ Ukufa kwabo kuyafana nokufa kwazo; ibe umoya wabo nomoya wazo mnye.+ Ngoko umntu akazodluli nganto izilwanyana, kuba yonke into ililize.
19 kuba kukho isiphelo sabantu nesiphelo sezilwanyana; isiphelo sabo siyafana nesazo.+ Ukufa kwabo kuyafana nokufa kwazo; ibe umoya wabo nomoya wazo mnye.+ Ngoko umntu akazodluli nganto izilwanyana, kuba yonke into ililize.