INtshumayeli 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ndaphinda ndaqwalasela yonke ingcinezelo ekhoyo phantsi kwelanga. Ndazibona iinyembezi zabo bacinezelwayo, yaye kwakungekho mntu ubathuthuzelayo.+ Abantu ababacinezelayo babenamandla, kungekho mntu ubathuthuzelayo.
4 Ndaphinda ndaqwalasela yonke ingcinezelo ekhoyo phantsi kwelanga. Ndazibona iinyembezi zabo bacinezelwayo, yaye kwakungekho mntu ubathuthuzelayo.+ Abantu ababacinezelayo babenamandla, kungekho mntu ubathuthuzelayo.