Isaya 8:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kuba ngaphambi kokuba loo nkwenkwe ikwazi ukuthi, ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubutyebi baseDamasko namaxhoba aseSamariya aza kusiwa kukumkani waseAsiriya.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:4 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 112
4 kuba ngaphambi kokuba loo nkwenkwe ikwazi ukuthi, ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubutyebi baseDamasko namaxhoba aseSamariya aza kusiwa kukumkani waseAsiriya.”+