Isaya 11:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kuza kubakho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya abaza kuhamba kuwo abantu bakhe abashiyekileyo,+Njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini awaphuma ngayo ezweni laseYiputa. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:16 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 168-169
16 Kuza kubakho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya abaza kuhamba kuwo abantu bakhe abashiyekileyo,+Njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini awaphuma ngayo ezweni laseYiputa.