Isaya 14:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Izizwana ziza kuwagodusa amaSirayeli, ibe ezi zizwana ziza kwenziwa izicaka nezicakakazi yindlu kaSirayeli+ kwilizwe likaYehova; yaye aza kuthimba izizwe ezawathimbayo, abe ziinkosi kwabo babewanyanzela ukuba asebenze.* Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:2 IMboniselo,12/1/2006, iphe. 11 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 181
2 Izizwana ziza kuwagodusa amaSirayeli, ibe ezi zizwana ziza kwenziwa izicaka nezicakakazi yindlu kaSirayeli+ kwilizwe likaYehova; yaye aza kuthimba izizwe ezawathimbayo, abe ziinkosi kwabo babewanyanzela ukuba asebenze.*