Isaya 16:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Uthi ngoku uYehova: “Kwiminyaka nje emithathu, iminyaka efana neyomqeshwa,* ihlazo likaMowabhi liza kubonakala ngokuba kubekho umbhodamo, nabo bashiyekileyo baza kuba mbalwa kakhulu, ibe abazukuba namandla.”+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:14 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 194
14 Uthi ngoku uYehova: “Kwiminyaka nje emithathu, iminyaka efana neyomqeshwa,* ihlazo likaMowabhi liza kubonakala ngokuba kubekho umbhodamo, nabo bashiyekileyo baza kuba mbalwa kakhulu, ibe abazukuba namandla.”+