Isaya 21:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kuba uYehova uthe kum: “Kwakulo nyaka, njengeminyaka yomqeshwa,* lonke uzuko lwakwaKedare+ luza kuphela. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:16 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 228-229
16 Kuba uYehova uthe kum: “Kwakulo nyaka, njengeminyaka yomqeshwa,* lonke uzuko lwakwaKedare+ luza kuphela.