Isaya 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Wena Yehova unguThixo wam. Ndiyakudumisa, ndiyaliphakamisa igama lakho,Kuba ziyamangalisa izinto ozenzileyo,+Izinto owacinga ukuzenza* kwakudala,+Ngokuthembeka+ nangokunyaniseka. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:1 IMboniselo,3/1/2001, iphe. 14 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 271
25 Wena Yehova unguThixo wam. Ndiyakudumisa, ndiyaliphakamisa igama lakho,Kuba ziyamangalisa izinto ozenzileyo,+Izinto owacinga ukuzenza* kwakudala,+Ngokuthembeka+ nangokunyaniseka.