Isaya 34:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuza kudibana apho izilwanyana zasentlango nezilwanyana ezenza umkhulungwane,Nebhokhwe yasendle* ibize ugxa wayo. Udebeza uza kuhlala apho, ibe yindawo yakhe yokuphumla. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 34:14 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 366-367
14 Kuza kudibana apho izilwanyana zasentlango nezilwanyana ezenza umkhulungwane,Nebhokhwe yasendle* ibize ugxa wayo. Udebeza uza kuhlala apho, ibe yindawo yakhe yokuphumla.