Isaya 42:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UYehova uza kuphuma njengendoda enamandla.+ Uza kutshiseka njengegorha.+ Uza kukhwaza, nangoku, uza kuhlaba umkhosi;Uza kuzibonakalisa ukuba unamandla ukogqitha iintshaba zakhe.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 42:13 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 42
13 UYehova uza kuphuma njengendoda enamandla.+ Uza kutshiseka njengegorha.+ Uza kukhwaza, nangoku, uza kuhlaba umkhosi;Uza kuzibonakalisa ukuba unamandla ukogqitha iintshaba zakhe.+