Isaya 49:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ukuze kuthiwe kumabanjwa, ‘Phumani!’+ Nakwabo basebumnyameni+ kuthiwe, ‘Zivezeni!’ Baza kutya emadlelweni angasezindleleni,Amadlelo abo aza kuba ngasezindleleni ezihanjwe kakhulu. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 49:9 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 143-144
9 Ukuze kuthiwe kumabanjwa, ‘Phumani!’+ Nakwabo basebumnyameni+ kuthiwe, ‘Zivezeni!’ Baza kutya emadlelweni angasezindleleni,Amadlelo abo aza kuba ngasezindleleni ezihanjwe kakhulu.