Isaya 49:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Oonyana owabazala emva kokuba ufelwe, baza kuthi kuwe usiva,‘Le ndawo ixinene kakhulu ukuba singahlala kuyo. Sivulele indawo yokuhlala.’+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 49:20 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 147-148
20 Oonyana owabazala emva kokuba ufelwe, baza kuthi kuwe usiva,‘Le ndawo ixinene kakhulu ukuba singahlala kuyo. Sivulele indawo yokuhlala.’+