Isaya 50:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Jonga! INkosi enguMongami uYehova iza kundinceda. Ngubani onokundigweba ngelithi ndinetyala? Jonga! Bonke baza kuguga okwempahla. Baza kutyiwa linundu.* Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 50:9 IMboniselo,1/15/2009, iphe. 22 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 161-163
9 Jonga! INkosi enguMongami uYehova iza kundinceda. Ngubani onokundigweba ngelithi ndinetyala? Jonga! Bonke baza kuguga okwempahla. Baza kutyiwa linundu.*