Isaya 52:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ekuqaleni abantu bam behla baya eYiputa ukuze bahlale khona njengabantu basemzini;+Emva koko, iAsiriya yabacinezela ngaphandle kwesizathu.” Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:4 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 182-183
4 Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ekuqaleni abantu bam behla baya eYiputa ukuze bahlale khona njengabantu basemzini;+Emva koko, iAsiriya yabacinezela ngaphandle kwesizathu.”